Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Duteronomi 28:64 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+ Yeremiya 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
64 “Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana zonke ukususela esiphelweni somhlaba kuse esiphelweni somhlaba,+ ukhonze thixo bambi khona ongabazanga, wena nookhokho bakho, abenziwe ngomthi nangelitye.+
9 ndiza kubanikela ukuba bangcangcazeliswe, babe yinto yentlekele, kuzo zonke izikumkani zomhlaba,+ babe lungcikivo+ nomzekelo, babe sisigculelo nesiqalekiso,+ kuzo zonke iindawo endiya kubasasazela kuzo.+