Levitikus 26:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo. Hezekile 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “‘Okanye ukuba ndingazisa ikrele kwelo lizwe,+ ndize okunene ndithi: “Makudlule ikrele kweli lizwe,” ukuze okunene ndinqumle kulo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya,+
33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.
17 “‘Okanye ukuba ndingazisa ikrele kwelo lizwe,+ ndize okunene ndithi: “Makudlule ikrele kweli lizwe,” ukuze okunene ndinqumle kulo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya,+