- 
	                        
            
            Yeremiya 49:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        2 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘endiya kuthi ngayo ndivakalise ukuhlaba umkhosi kwemfazwe+ nxamnye neRabha+ yoonyana baka-Amoni; yaye ngokuqinisekileyo iya kuba yindulana eyinkangala ephanzileyo,+ needolophu eziphantsi kwayo+ ziya kutshiswa ngomlilo.’+ “‘Kwaye uSirayeli okunene uya kubadla ilifa abo babemdle ilifa,’+ utsho uYehova. 
 
-