- 
	                        
            
            2 Kumkani 25:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        25 Kwathi ngonyaka wesithoba+ wokuba ngukumkani kwakhe, ngenyanga yeshumi, ngomhla weshumi+ wenyanga leyo, weza uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni,+ ewe, yena nawo wonke umkhosi wakhe wamajoni, nxamnye neYerusalem baza bamisa iinkampu ecaleni kwayo bakha nodonga lokungqinga ecaleni kwayo macala onke.+ 
 
-