Hezekile 24:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngaloo mini uya kuvuleka umlomo wakho kulowo usindileyo,+ uthethe, ungabi saba sisimumu;+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba ngumhlola kubo,+ bazi ukuba ndinguYehova.”+ Luka 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa ekuphumeni kwakhe wayengakwazi ukuthetha kubo, baza baqonda ukuba wayesandul’ ukubona umbono ongaphaya kwemvelo+ engcweleni; yaye wayebenzela imiqondiso, kodwa wahlala esisimumu.
27 Ngaloo mini uya kuvuleka umlomo wakho kulowo usindileyo,+ uthethe, ungabi saba sisimumu;+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba ngumhlola kubo,+ bazi ukuba ndinguYehova.”+
22 Kodwa ekuphumeni kwakhe wayengakwazi ukuthetha kubo, baza baqonda ukuba wayesandul’ ukubona umbono ongaphaya kwemvelo+ engcweleni; yaye wayebenzela imiqondiso, kodwa wahlala esisimumu.