Hezekile 3:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Nolwimi lwakho olo kanye ndiza kulunamathelisa enkalakahleni yomlomo wakho,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba sisimumu,+ ungabi yindoda eyohlwayayo kubo,+ ngenxa yokuba bayindlu enemvukelo.+ Hezekile 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke kaloku sona kanye isandla sikaYehova saba phezu kwam ngokuhlwa ngaphambi kokufika kobalekileyo,+ wawuvula umlomo wam phambi kokuba lowo afike kum kusasa, wavuleka umlomo wam ndaza ndakwazi ukuthetha kwakhona.+ Luka 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa, khangela! uya kuthi cwaka+ uze ungakwazi ukuthetha kude kube yimini ezenzeka ngayo ezi zinto, ngenxa yokuba ungawakholelwanga amazwi am, aya kuzalisekiswa ngexesha lawo elimisiweyo.”
26 Nolwimi lwakho olo kanye ndiza kulunamathelisa enkalakahleni yomlomo wakho,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kuba sisimumu,+ ungabi yindoda eyohlwayayo kubo,+ ngenxa yokuba bayindlu enemvukelo.+
22 Ke kaloku sona kanye isandla sikaYehova saba phezu kwam ngokuhlwa ngaphambi kokufika kobalekileyo,+ wawuvula umlomo wam phambi kokuba lowo afike kum kusasa, wavuleka umlomo wam ndaza ndakwazi ukuthetha kwakhona.+
20 Kodwa, khangela! uya kuthi cwaka+ uze ungakwazi ukuthetha kude kube yimini ezenzeka ngayo ezi zinto, ngenxa yokuba ungawakholelwanga amazwi am, aya kuzalisekiswa ngexesha lawo elimisiweyo.”