IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiya kumisa uxolo kwelo lizwe,+ nilale kungabikho bani uningcangcazelisayo;+ ndiwaphelise amarhamncwa enzakalisayo ezweni elo,+ nekrele lingadluli ezweni lenu.+

  • Isaya 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ingcuka iya kuhlala ithutyana nenkunzi yemvana, ihlosi libuthe netakane,+ kubuthe ndawonye ithole lenkomo nengonyama entsha enesingci,+ nesilwanyana esondlekileyo;+ nenkwenkwana iziqhube ezo zinto.

  • Isaya 35:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Akuyi kubakho ngonyama apho, nohlobo olunogonyamelo lwamarhamncwa aluyi kuza kuwo.+ Akuyi kufunyanwa nalinye apho;+ yaye abahlawulelweyo bamele bahambe apho.+

  • Isaya 65:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Ingcuka+ nemvana ziya kudla kunye,+ nengonyama iya kudla iindiza njengenkunzi yenkomo;+ inyoka, kube luthuli ukutya kwayo.+ Aziyi kwenzakalisa+ okanye zibangele nawuphi na umonakalo entabeni yam yonke engcwele,”+ utsho uYehova.

  • Hoseya 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ngaloo mini ngokuqinisekileyo ndiya kwenza umnqophiso namarhamncwa asendle+ nesidalwa esiphaphazelayo sasemazulwini nento erhubuluzayo yasemhlabeni, ndiya kwaphula isaphetha, ikrele nemfazwe ndizikhuphe elizweni,+ yaye ndiza kubalalisa benqabisekile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share