43 Kuba ngethuba lokushiywa kwelizwe ngabo lisenkangala lalizihlawula iisabatha zalo+ ngoxa laliphanzile bengekho bona, yaye nabo ngokwabo babesihlawulela isiphoso sabo,+ ngenxa kanye yokuba, bezigatyile izigwebo zam,+ yaza nemiphefumlo yabo yayenyanya imimiselo yam.+