IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Uya kwandula ke uyisondeze inkunzi yenkomo phambi kwentente yokuhlangana, uAron noonyana bakhe babeke izandla zabo entlokweni yenkunzi yenkomo leyo.+

  • Levitikus 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula wasondeza inkunzi yenkomo+ yomnikelo wesono waza uAron noonyana bakhe babeka izandla zabo phezu kwentloko+ yenkunzi yenkomo leyo yomnikelo wesono.

  • Hebhere 7:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share