IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 29:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Uya kwandula ke uyisondeze inkunzi yenkomo phambi kwentente yokuhlangana, uAron noonyana bakhe babeke izandla zabo entlokweni yenkunzi yenkomo leyo.+

  • Levitikus 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “‘Ukuba umbingeleli, umthanjiswa,+ uthe wona+ waza wabazisela ityala abantu, ngoko umele asondeze kuYehova ngenxa yesono sakhe+ asenzileyo ithole lenkomo eliyinkunzi eliphilileyo libe ngumnikelo wesono.

  • Levitikus 16:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Woyisondeza uAron inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, ongowakhe,+ azicamagushele+ yena+ nendlu yakhe.+

  • Hezekile 43:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 “‘Yaye umele ubanike ababingeleli bobuLevi,+ abayinzala kaTsadoki,+ abo basondelayo kum,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ukuze balungiselele kum, ithole lenkomo eliyinkunzi, ithole lomhlambi, libe ngumnikelo wesono.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share