Eksodus 30:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Uze uzingcwalise ukuze zibe zezona zingcwele.+ Nabani na ozichukumisayo woba ngcwele.+ Levitikus 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “‘Yonke into esukuba ichukumisa inyama yawo yoba ngcwele,+ yaye xa nabani na etshiza izambatho ngegazi lawo,+ woyihlamba loo nto ayitshize ngegazi endaweni engcwele.+
27 “‘Yonke into esukuba ichukumisa inyama yawo yoba ngcwele,+ yaye xa nabani na etshiza izambatho ngegazi lawo,+ woyihlamba loo nto ayitshize ngegazi endaweni engcwele.+