Hezekile 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngonyaka wesithandathu, ngeyesithandathu inyanga, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ndandihleli endlwini yam yaye amadoda amakhulu akwaYuda ayehleli phambi kwam,+ xa isandla seNkosi enguMongami uYehova sawa phezu kwam apho.+ Hezekile 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesixhenxe, ngenyanga yesihlanu, ngoweshumi umhla enyangeni leyo, amadoda avela kwabakhulileyo bakwaSirayeli eza kubuzisa kuYehova,+ ahlala phantsi phambi kwam.+ Hezekile 33:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Baya kungena kuwe, njengokungena kwabantu, baze bahlale phambi kwakho njengabantu bam;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuweva amazwi akho kodwa abayi kuwenza,+ kuba ngemilomo yabo bavakalisa iminqweno yenkanuko kwaye intliziyo yabo ilandela inzuzo yabo yokungekho sikweni.+
8 Ngonyaka wesithandathu, ngeyesithandathu inyanga, ngomhla wesihlanu enyangeni leyo, ndandihleli endlwini yam yaye amadoda amakhulu akwaYuda ayehleli phambi kwam,+ xa isandla seNkosi enguMongami uYehova sawa phezu kwam apho.+
20 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesixhenxe, ngenyanga yesihlanu, ngoweshumi umhla enyangeni leyo, amadoda avela kwabakhulileyo bakwaSirayeli eza kubuzisa kuYehova,+ ahlala phantsi phambi kwam.+
31 Baya kungena kuwe, njengokungena kwabantu, baze bahlale phambi kwakho njengabantu bam;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuweva amazwi akho kodwa abayi kuwenza,+ kuba ngemilomo yabo bavakalisa iminqweno yenkanuko kwaye intliziyo yabo ilandela inzuzo yabo yokungekho sikweni.+