Isaya 23:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+ Daniyeli 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+
9 UYehova wemikhosi wenze esi sigqibo,+ ukuze ahlambele iqhayiya lobuhle bonke,+ aphathe ngendelelo bonke abo babekekileyo bomhlaba.+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
17 Lowo ke ngummiselo wabalindi,+ nesicelo sabangcwele, ukuze abantu abaphilayo bazi ukuba Oyena Uphakamileyo unguMlawuli ebukumkanini babantu+ yaye ubunika lowo athanda ukumnika,+ nkqu noyena uphantsi ebantwini.”+