INdumiso 41:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+ Isaya 58:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+ Mika 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+ 1 Yohane 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+
7 Asikokwahlulela olambileyo isonka sakho na,+ nokuba ungenise abantu abaxhwalekileyo nabangenamakhaya endlwini yakho?+ Ukuba, kunokwenzeka ubone uthile eze, umele umambese,+ yaye ungazifihli enyameni yakho?+
8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+
17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+