Daniyeli 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ukuba niyandazisa iphupha elo nentsingiselo yalo, niya kwamkela kum izipho nomnikelo nembeko enkulu.+ Ngoko ke ndaziseni iphupha elo nentsingiselo yalo.” Daniyeli 2:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni. Daniyeli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 wamisa phezu kwawo amagosa aphakamileyo amathathu, uDaniyeli elelinye lawo,+ yaye wona ayefumana rhoqo ingxelo kumabamba+ lawo, ukuze ukumkani angalahlekelwa nto.+
6 Kodwa ukuba niyandazisa iphupha elo nentsingiselo yalo, niya kwamkela kum izipho nomnikelo nembeko enkulu.+ Ngoko ke ndaziseni iphupha elo nentsingiselo yalo.”
48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni.
2 wamisa phezu kwawo amagosa aphakamileyo amathathu, uDaniyeli elelinye lawo,+ yaye wona ayefumana rhoqo ingxelo kumabamba+ lawo, ukuze ukumkani angalahlekelwa nto.+