IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 8:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Sandula sanikela imithetho+ kakumkani kumabamba kakumkani+ neerhuluneli+ ezazingaphaya koMlambo,+ yaye babanceda abantu+ nendlu yoTHIXO oyinyaniso.

  • Estere 8:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngako oko oonobhala+ bakakumkani babizwa ngelo xesha ngenyanga yesithathu, oko kukuthi, inyanga kaSivan, ngomhla wamashumi amabini anesithathu kuyo; kwaye umbhalo wahamba ngokuvisisana nako konke oko uMordekayi wayekuyalele amaYuda namabamba+ neerhuluneli neenkosana zamaphondo ukusuka eIndiya ukuya eTiyopiya, amaphondo alikhulu elinamashumi amabini anesixhenxe,+ kwiphondo ngalinye ngesimbo salo sokubhala+ nakwisizwana ngasinye ngolwimi lwaso,+ nakumaYuda ngesimbo sawo sokubhala nangolwimi lwawo.+

  • Daniyeli 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uNebhukadenetsare wathumela ukuba kuhlanganiswe amabamba, nabathetheli,+ neerhuluneli, nabacebisi, noonondyebo, nabagwebi, nabaqondisi-mthetho,+ nabo bonke abalawuli bamaphondo, beze ekusungulweni+ komfanekiso abewumisile uNebhukadenetsare ukumkani.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share