2 Samuweli 12:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+ 1 Kumkani 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+
16 UDavide ke wamfuna uTHIXO oyinyaniso ngenxa yenkwenkwe leyo, yaye uDavide waqhubeka ezila ukutya ngokungqongqo+ waza wangena wachitha ubusuku elele phantsi emhlabeni.+
27 Kwathi kamsinya nje akuba uAhabhi ewavile la mazwi, wazikrazula izambatho zakhe wabeka amarhonya+ enyameni yakhe; wazila ukutya waza waqhubeka elele phantsi emarhonyeni ehamba ematshekile.+