IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 12:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ukususela kwixesha lokupheliswa+ kombingelelo owenziwa rhoqo+ kwaza kwabekwa into elizothe+ lesiphanziso, yoba ziintsuku eziliwaka elinamakhulu amabini anamashumi asithoba.

  • Mateyu 24:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ngoko ke, xa nibona into elizothe ebangela isiphanziso,+ njengoko kwathethwa ngayo ngomprofeti uDaniyeli, imi kwindawo engcwele,+ (ofundayo makaqiqe,)

  • ISityhilelo 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Laza lanikwa ukuba liwunike impefumlo umfanekiso werhamncwa, khon’ ukuze umfanekiso werhamncwa uthethe yaye ubangele ukuba babulawe bonke abo bangayi kuwunqula konke konke umfanekiso+ werhamncwa.

  • ISityhilelo 17:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Irhamncwa owalibonayo lalikho,+ kodwa alikho, ukanti sele liza kunyuka liphume enzonzobileni,+ yaye liza kuya entshabalalweni. Baya kumangaliswa bancome abo bemiyo phezu komhlaba, xa belibona eli rhamncwa elaye likho, elingekhoyo, likho noko, kodwa amagama abo akabhalwanga kumsongo wobomi+ ukususela ekusekweni kwehlabathi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share