Daniyeli 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lwazigwagwisa lwada lwafunza kuyo iNkosana+ yomkhosi, lwawuphelisa umbingelelo owenzelwa yona rhoqo,+ lwayikhahlela phantsi nendawo emisiweyo yengcwele yayo.+ Daniyeli 11:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Iingalo zakhe zosuka ziyihlambele ingcwele,+ inqaba, ziwuphelise umbingelelo owenziwa rhoqo.+ “Kwaye ngokuqinisekileyo ziya kubeka into elizothe+ lesiphanziso.+ Hebhere 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+ 1 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+
11 Lwazigwagwisa lwada lwafunza kuyo iNkosana+ yomkhosi, lwawuphelisa umbingelelo owenzelwa yona rhoqo,+ lwayikhahlela phantsi nendawo emisiweyo yengcwele yayo.+
31 Iingalo zakhe zosuka ziyihlambele ingcwele,+ inqaba, ziwuphelise umbingelelo owenziwa rhoqo.+ “Kwaye ngokuqinisekileyo ziya kubeka into elizothe+ lesiphanziso.+
15 Ngaye masisoloko sinikela kuThixo umbingelelo wendumiso,+ oko kukuthi, isiqhamo semilebe+ evakalisa ekuhleni igama lakhe.+
5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+