Isaya 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bawele izibuko, iGebha+ yindawo abachithela kuyo ubusuku, iRama+ ingcangcazele, iGibheya+ kaSawule isabile.
29 Bawele izibuko, iGebha+ yindawo abachithela kuyo ubusuku, iRama+ ingcangcazele, iGibheya+ kaSawule isabile.