Roma 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye apho kwakuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’ baya kubizwa ngokuthi ‘oonyana boTHIXO ophilayo.’”+ 1 Petros 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba nanikhe anabi sisizwana, kodwa ngoku nisisizwana sikaThixo;+ naningenzelwanga nceba, kodwa ngoku nenzelwe inceba.+
10 Kuba nanikhe anabi sisizwana, kodwa ngoku nisisizwana sikaThixo;+ naningenzelwanga nceba, kodwa ngoku nenzelwe inceba.+