Habhakuki 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+
15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+