- 
	                        
            
            Genesis 8:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
 - 
                            
- 
                                        
21 UYehova weva ivumba elithozamisayo,+ waza wathi ke uYehova entliziyweni yakhe:+ “Andisayi kuze ndiwuqalekise kwakhona umhlaba+ ngenxa yomntu, kuba intliziyo yomntu ityekele+ ebubini kwasebutsheni bakhe;+ yaye andisayi kuze ndizibethe ngesibetho kwakhona zonke izinto eziphilayo kanye njengoko ndenzile.+
 
 -