INdumiso 74:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingcwele yakho bayifake emlilweni.+Umnquba wegama lakho bawuhlambele emhlabeni.+ Yeremiya 52:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+ IZililo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho. Marko 13:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Noko ke, uYesu wathi kuye: “Uyazibona na ezi zakhiwo zikhulu?+ Akuyi kusala litye phezu kwelitye+ apha elingayi kudilizwa.”+
13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+
10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.
2 Noko ke, uYesu wathi kuye: “Uyazibona na ezi zakhiwo zikhulu?+ Akuyi kusala litye phezu kwelitye+ apha elingayi kudilizwa.”+