IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Kwaye eneneni izixeko zenu ndiya kuzinikela ekreleni+ ndize ndiziphanzise iingcwele zenu,+ ndingaweva namavumba enu athozamisayo.+

  • Mateyu 24:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wasabela ngokuthi kubo: “Aniziboni na zonke ezi zinto? Inene ndithi kuni, Akuyi kusala litye phezu kwelitye apha elingayi kudilizwa.”+

  • Luka 21:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 wathi: “Zona ke ezi zinto nizibonayo, kuya kufika imihla ekungayi kusala litye phezu kwelitye apha elingayi kudilizwa.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share