Levitikus 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+ 2 Kronike 36:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+ Nehemiya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sonakalisile ngokuqinisekileyo nxamnye nawe+ kwaye asiyigcinanga imiyalelo+ nemimiselo+ nezigwebo+ owazinikela njengomyalelo kuMoses umkhonzi wakho.+ Daniyeli 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.
15 yaye ukuba nithe nayigatya imimiselo yam,+ yaza imiphefumlo yenu yazenyanya izigwebo zam ukuze ningayenzi imiyalelo yam yonke, ngokokude naphule umnqophiso wam,+
14 Kwanazo zonke iintloko zababingeleli+ nabantu benza ukungathembeki ngomlinganiselo omkhulu, ngokwazo zonke izinto ezicekisekayo+ zeentlanga, kangangokuba bayenza inqambi indlu kaYehova awayingcwalisa eYerusalem.+
7 Sonakalisile ngokuqinisekileyo nxamnye nawe+ kwaye asiyigcinanga imiyalelo+ nemimiselo+ nezigwebo+ owazinikela njengomyalelo kuMoses umkhonzi wakho.+
11 Nabo bonke abakwaSirayeli bawugqithile umthetho wakho, baphambuka abalithobela ilizwi lakho,+ wada wathulula phezu kwethu isiqalekiso nesifungo esinzulu+ esibhalwe emthethweni kaMoses umkhonzi kaTHIXO oyinyaniso, kuba simonile Yena.