IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngenxa yoku wabanikela ezandleni zeentshaba zabo,+ ezaqhubeka zibabandezela;+ kodwa ngexesha lokubandezeleka kwabo babedanduluka kuwe,+ yaye wena wawubeva usemazulwini;+ ibe ngokwenceba yakho eninzi+ wawubanika abasindisi+ ababebasindisa esandleni seentshaba zabo.+

  • INdumiso 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  6 Esithi: “Mna, ndimmisile ukumkani wam+

      EZiyon,+ intaba yam engcwele.”+

  • Isaya 19:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwaye siya kuba ngumqondiso nobungqina kuYehova wemikhosi kwilizwe laseYiputa;+ kuba baya kudanduluka kuYehova ngenxa yabacinezeli,+ yaye uya kubathumelela umsindisi ozukileyo, oya kuthi okunene abahlangule.+

  • ISityhilelo 7:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share