IZililo 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Zonke iintshaba zakho zikuvulele umlomo.+Zibeth’ umlozi yaye zimana zitshixiza amazinyo.+ Zithe: “Siza kuyiginya.+Eneneni le yile mini besiyithembile.+ Sifumene! Sibonile!”+ Obhadiya 12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo. Mika 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+
16 Zonke iintshaba zakho zikuvulele umlomo.+Zibeth’ umlozi yaye zimana zitshixiza amazinyo.+ Zithe: “Siza kuyiginya.+Eneneni le yile mini besiyithembile.+ Sifumene! Sibonile!”+
12 “Ubungafanelanga ubukele ngemini yomzalwana wakho,+ ngemini yelishwa lakhe; yaye ubungafanelanga ube nemihlali ngoonyana bakaYuda ngemini yokutshabalala kwabo;+ kwaye ubungafanelanga ube nomlomo omkhulu ngemini yokubandezeleka kwabo.
10 Notshaba lwam luya kubona, lugutyungelwe lihlazo,+ olwalusithi kum: “Uphi na, uYehova uThixo wakho?”+ Amehlo am aya kukhangela kulo.+ Ke kaloku luya kuba yindawo yokunyathelwa, njengodaka lwezitrato.+