Isaya 49:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kuthiwe kumabanjwa,+ ‘Phumani!’+ kwabo basebumnyameni kuthiwe,+ ‘Zityhileni!’+ Baya kudla emadlelweni angasezindleleni, yaye amadlelo abo aya kuba kuwo wonke umendo ohanjwe kakhulu.+ Hezekile 34:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+ Mika 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+ Yohane 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndingumalusi omhle;+ umalusi omhle unikezela umphefumlo wakhe ngenxa yezimvu.+
9 kuthiwe kumabanjwa,+ ‘Phumani!’+ kwabo basebumnyameni kuthiwe,+ ‘Zityhileni!’+ Baya kudla emadlelweni angasezindleleni, yaye amadlelo abo aya kuba kuwo wonke umendo ohanjwe kakhulu.+
23 Ndiya kuvelisa phezu kwazo umalusi omnye, yaye umele azondle,+ umkhonzi wam kanye uDavide.+ Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo.+
14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+