Isaya 14:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Izizwana ziya kumgodusa uSirayeli, zimbuyisele emhlabeni awunikwe nguYehova njengelifa, zize zona zibe zizicaka nezicakakazi zakhe;+ yaye abo bamthimbileyo+ baya kujika babe ngabathinjwa bakhe, kwaye umele abe nobukhosi kwabo babemqweqwedisa emsebenzini.+ Isaya 33:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+
2 Izizwana ziya kumgodusa uSirayeli, zimbuyisele emhlabeni awunikwe nguYehova njengelifa, zize zona zibe zizicaka nezicakakazi zakhe;+ yaye abo bamthimbileyo+ baya kujika babe ngabathinjwa bakhe, kwaye umele abe nobukhosi kwabo babemqweqwedisa emsebenzini.+
33 Yeha ke wena uphangayo, ube wena ngokwakho ungaphangwa, nawe wenza ngobuqhophololo, babe abanye bengenzi ngobuqhophololo kuwe!+ Wakugqiba ukuphanga, uya kuphangwa.+ Wakugqiba ukwenza ngobuqhophololo, baya kwenza ngobuqhophololo nakuwe.+