Hezekile 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uqhwabe izandla+ waza wangqisha ngeenyawo waba nemihlali ngokugculela konke komphefumlo wakho nxamnye nomhlaba wakwaSirayeli,+ ISityhilelo 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abo bemiyo phezu komhlaba baya kuba nemihlali+ ngenxa yawo, baziyolise, bathumelelane nezipho,+ ngenxa yokuba aba baprofeti babini babebathuthumbisa abo bemiyo phezu komhlaba.
6 “Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuba uqhwabe izandla+ waza wangqisha ngeenyawo waba nemihlali ngokugculela konke komphefumlo wakho nxamnye nomhlaba wakwaSirayeli,+
10 Abo bemiyo phezu komhlaba baya kuba nemihlali+ ngenxa yawo, baziyolise, bathumelelane nezipho,+ ngenxa yokuba aba baprofeti babini babebathuthumbisa abo bemiyo phezu komhlaba.