IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Uze ungayinqweneli indlu yedlelane lakho. Uze ungamnqweneli umfazi wedlelane lakho,+ nekhoboka lalo, nekhobokazana lalo, nenkunzi yalo yenkomo, ne-esile lalo, nantoni na eyeyedlelane lakho.”+

  • 1 Kumkani 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko uAhabhi wathetha noNabhoti, wathi: “Ndinike+ isidiliya sakho,+ ukuze sibe ngumyezo+ wemifuno+ yam, kuba sisondelelene nendlu yam; yaye esikhundleni saso ndokunika isidiliya esilunge ngakumbi kunaso. Okanye ukuba kulungile emehlweni akho,+ ndiya kukunika imali njengexabiso loku.”

  • Nehemiya 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ncedani, nibabuyisele ngalo mhla amasimi abo,+ izidiliya zabo, igcume labo lomnquma nezindlu zabo, nesahlulo sekhulu semali nesokudla okuziinkozo, iwayini entsha neoli ebeniyibiza kubo njengenzala.”

  • Isaya 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yeha ke abo bahlanganisa indlu kwindlu,+ nabo bahlomela intsimi kwintsimi kude kungabikho ndawo+ yaye niye nahlaliswa nodwa phakathi kwelizwe!

  • Hezekile 22:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Abantu belizwe bona baye baqhubeka necebo lokuqhatha+ yaye baye bazixhwithela ekuphangeni,+ badlakazelisa oxhwalekileyo nolihlwempu,+ nomphambukeli bamqhatha ngokungekho sikweni.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share