IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko wathi: “Ngokuqinisekileyo ndibona onke amaSirayeli echithachithwe+ ezintabeni, njengezimvu ezingenamalusi.+ Yaye uYehova wahlabela mgama wathi: ‘Aba abanazo iinkosi. Mababuyele ngoxolo ngamnye endlwini yakhe.’”+

  • Nahum 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwaye iNineve, ukususela kwimini yobukho bayo,+ yayinjengechibi lamanzi;+ kodwa bayasaba. “Yimani ngxi! Yimani ngxi!” Kodwa akukho namnye ujikayo.+

  • ISityhilelo 6:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ookumkani bomhlaba nabo bakuluhlu oluphezulu nabaphathi-mikhosi nezityebi nabo bomeleleyo nawo onke amakhoboka nabo bonke abantu abakhululekileyo bazifihla emiqolombeni nasemaweni+ eentaba.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share