Nahum 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye iNineve, ukususela kwimini yobukho bayo,+ yayinjengechibi lamanzi;+ kodwa bayasaba. “Yimani ngxi! Yimani ngxi!” Kodwa akukho namnye ujikayo.+
8 Kwaye iNineve, ukususela kwimini yobukho bayo,+ yayinjengechibi lamanzi;+ kodwa bayasaba. “Yimani ngxi! Yimani ngxi!” Kodwa akukho namnye ujikayo.+