INdumiso 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba akungoThixo oyoliswayo bubungendawo;+Akukho namnye onobubi onokuhlala nexeshana nawe.+ Isaya 59:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+ 1 Petros 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa, ngokuvumelana naLowo Ungcwele wanibizayo, yibani ngcwele nani kuyo yonke ihambo yenu,+
2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+