INdumiso 89:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ubulungisa nomgwebo yindawo emisiweyo yetrone yakho;+Ububele bothando nenyaniso ziza phambi kobuso bakho.+ IMizekeliso 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kukho izinto ezintandathu uYehova azithiyileyo;+ ewe, zisixhenxe izinto ezicekisekayo emphefumlweni wakhe:+ Habhakuki 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Usulungeke kakhulu emehlweni ukuba ungabona okubi; yaye akukwazi ukukhangela inkathazo.+ Kutheni na ukhangela abo benza ngobuqhophololo,+ uqhubeka uthe cwaka xa ongendawo eginya olilungisa ngaphezu kwakhe?+ Yakobi 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Makungabikho nabani na, xa esesilingweni+ othi: “Ndilingwa nguThixo.” Kuba uThixo akanakulingwa ngezinto ezimbi yaye naye akalingi namnye.
14 Ubulungisa nomgwebo yindawo emisiweyo yetrone yakho;+Ububele bothando nenyaniso ziza phambi kobuso bakho.+
16 Kukho izinto ezintandathu uYehova azithiyileyo;+ ewe, zisixhenxe izinto ezicekisekayo emphefumlweni wakhe:+
13 Usulungeke kakhulu emehlweni ukuba ungabona okubi; yaye akukwazi ukukhangela inkathazo.+ Kutheni na ukhangela abo benza ngobuqhophololo,+ uqhubeka uthe cwaka xa ongendawo eginya olilungisa ngaphezu kwakhe?+
13 Makungabikho nabani na, xa esesilingweni+ othi: “Ndilingwa nguThixo.” Kuba uThixo akanakulingwa ngezinto ezimbi yaye naye akalingi namnye.