IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 35:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Owu Yehova,+ ukubonile, musa ukuthi cwaka.+

      Owu Yehova, musa ukuba kude nam.+

  • INdumiso 37:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Abangendawo balirholile ikrele nesaphetha sabo basigobile,+

      Ukuze bawise oxhwalekileyo nalowo ulihlwempu,+

      Ukuze babulale ngogonyamelo abo bathe tye endleleni yabo.+

  • INdumiso 50:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ezi zinto uzenzile, ndaza ndathi cwaka.+

      Ubucinga ukuba ndiya kuba njengawe ngokuqinisekileyo.+

      Ndiza kukohlwaya,+ yaye izinto ndiya kuzimisa ngolungelelwano phambi kwamehlo akho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share