Genesis 26:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Emva koko uIsake waqalisa ukuhlwayela imbewu kwelo lizwe,+ yaye wazuza ngaloo nyaka imilinganiselo ephindwe kalikhulu,+ njengoko uYehova wayemsikelela.+ Levitikus 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+ INdumiso 128:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba uya kudla ukubulaleka kwezandla zakho.+Uya kuba noyolo yaye kuya kuba kuhle kuwe.+ IMizekeliso 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Baya kwandula ke oovimba bakho bazaliswe yindyebo;+ neefatyi zakho zesixovulelo ziphuphume iwayini entsha.+ IMizekeliso 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+ Zekariya 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+ Mateyu 6:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+
12 Emva koko uIsake waqalisa ukuhlwayela imbewu kwelo lizwe,+ yaye wazuza ngaloo nyaka imilinganiselo ephindwe kalikhulu,+ njengoko uYehova wayemsikelela.+
4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+
10 Baya kwandula ke oovimba bakho bazaliswe yindyebo;+ neefatyi zakho zesixovulelo ziphuphume iwayini entsha.+
12 ‘Kuba kuya kubakho imbewu yoxolo;+ umdiliya uya kunika isiqhamo sawo,+ nomhlaba uya kunika imveliso yawo,+ namazulu aya kunika umbethe wawo;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kubabangela abaseleyo+ kwesi sizwana bazidle ilifa zonke ezi zinto.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala ubukumkani nobulungisa+ bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziya kongezelelwa kuni.+