IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 17:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Naye ke uDavide wathi kumFilisti: “Uza kum unekrele nomkhonto nentshuntshe,+ kodwa mna ndiza kuwe ngegama likaYehova wemikhosi,+ uTHIXO wezintlu zedabi zakwaSirayeli, omngcikivileyo.+

  • Hoseya 1:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+

  • Mika 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye, kwelinye icala, mna ndizele ngamandla, ngomoya kaYehova, nowokusesikweni nowamandla,+ ukuze ndimxelele uYakobi imvukelo yakhe noSirayeli isono sakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share