IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 25:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 bona besithi, ‘Khanincede nibuye, wonk’ ubani endleleni yakhe embi nasebubini bezenzo zenu,+ nize niqhubeke nihlala emhlabeni uYehova awaninika wona nina nookhokho benu ukususela kudala ukusa kwixesha elide elizayo.+

  • Hezekile 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yithi kubo, ‘“Ndiphila nje,” itsho iNkosi enguMongami uYehova, “andiyoliswa kukufa kongendawo,+ kodwa kukuba ongendawo abuye+ endleleni yakhe aze okunene ahlale ephila.+ Buyani, buyani ezindleleni zenu ezimbi,+ kuba kutheni na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+

  • Malaki 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukususela kwimihla yookhokho benu niye naphambuka kwimimiselo yam naza anayigcina.+ Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni,”+ utsho uYehova wemikhosi.

      Naza nina nathi: “Siya kubuyela ngayiphi na indlela?”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share