IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ookumkani bomhlaba basuke bema+

      Namagosa aphakamileyo abuthene ndawonye njengamntu mnye+

      Nxamnye noYehova+ nomthanjiswa wakhe,+

  • Hezekile 38:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Uya kubopheleleka ukuba unyuke. Uya kungena njengesaqhwithi.+ Uya kuba njengelifu ekugubungeleni ilizwe,+ wena nawo onke amabutho akho nezizwana ezininzi ezikunye nawe.”’

  • Mika 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Ke kaloku ngokuqinisekileyo kuya kuhlanganiselwa kuwe iintlanga ezininzi, ezo zithi, ‘Mayingcoliswe, namehlo ethu ngamana angakhangela eZiyon.’+

  • Zekariya 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngokuqinisekileyo ndiya kuzihlanganisela emfazweni zonke iintlanga nxamnye neYerusalem;+ isixeko okunene siya kuthinjwa+ nezindlu ziphangwe, abafazi bona baya kudlwengulwa.+ Nesiqingatha sesixeko simele siye ekuthinjweni;+ kodwa ke bona abantu abaseleyo,+ abayi kunqunyulwa esixekweni.+

  • ISityhilelo 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Enyanisweni, ngamazwi aphefumlelwe+ ziidemon nawenza imiqondiso,+ aphuma aye kookumkani+ bomhlaba omiweyo uphela,+ ukubahlanganisela ndawonye kwimfazwe+ yemini enkulu+ kaThixo uSomandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share