Luka 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Bambuza, besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha uze ufundise ngokuchanileyo, ungakhethi buso bamntu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+ Yohane 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena weza kuye ngobusuku+ waza wathi kuye: “Rabhi,+ siyazi ukuba wena njengomfundisi+ uze uvela kuThixo;+ kuba akukho bani unokwenza le miqondiso+ uyenzayo ngaphandle kokuba uThixo unaye.”+
21 Bambuza, besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha uze ufundise ngokuchanileyo, ungakhethi buso bamntu, kodwa ufundisa indlela kaThixo ngokuvumelana nenyaniso:+
2 Yena weza kuye ngobusuku+ waza wathi kuye: “Rabhi,+ siyazi ukuba wena njengomfundisi+ uze uvela kuThixo;+ kuba akukho bani unokwenza le miqondiso+ uyenzayo ngaphandle kokuba uThixo unaye.”+