IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Daniyeli 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Bamiselwe iiveki ezingamashumi asixhenxe abantu bakowenu+ nesixeko sakowenu esingcwele,+ zokuba kupheliswe ukunxaxha,+ ngokunjalo nesono sicinywe,+ sicanyagushelwe isiphoso,+ kubekho ubulungisa ukusa kwixesha elingenammiselo,+ kutywinwe+ umbono nomprofeti, neNgcwele yeeNgcwele ithanjiswe.+

  • Mateyu 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Ningacingi ukuba ndize kutshabalalisa uMthetho+ okanye abaProfeti. Andizanga kutshabalalisa, kodwa ndize kuzalisekisa;+

  • Hebhere 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 wandula ke okunene athi: “Khangela! Ndiyeza ukuza kwenza intando yakho.”+ Uyakubhangisa okokuqala ukuze amisele okwesibini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share