Yeremiya 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uya kuqhubeka ulawula na ngenxa yokuba ukhuphisana ngokusebenzisa umsedare? Ke yena uyihlo, akazange adle na asele aze aphumeze okusesikweni nobulungisa?+ Ngaloo ndlela kwamhambela kakuhle yena.+ Yohane 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Musani ukugweba ngokwembonakalo yangaphandle, kodwa gwebani ngomgwebo wobulungisa.”+
15 Uya kuqhubeka ulawula na ngenxa yokuba ukhuphisana ngokusebenzisa umsedare? Ke yena uyihlo, akazange adle na asele aze aphumeze okusesikweni nobulungisa?+ Ngaloo ndlela kwamhambela kakuhle yena.+