IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hoseya 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+

  • Mika 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ukuxelele, mntundini wasemhlabeni, okulungileyo.+ Kwaye yintoni ayibizayo kuwe uYehova ngaphandle kokuqhelisela okusesikweni+ nokuthanda ububele+ nokuthozama+ ekuhambeni noThixo wakho?+

  • Mateyu 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”

  • Mateyu 12:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Noko ke, ukuba nanikuqondile okuthethwa kukuthi, ‘Ndifuna inceba,+ kungekhona umbingelelo,’+ ngeningakhange nibagwebele isohlwayo abo bangenatyala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share