IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Zilindeni ngokunxamnye nabantu;+ kuba baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye baya kunityakatya+ kwizindlu zabo zesikhungu.+

  • Yohane 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Likhumbuleni ilizwi endalitsho kuni ndisithi, Ikhoboka alikho likhulu kunenkosi yalo. Ukuba banditshutshisile mna, baya kunitshutshisa nani;+ ukuba baligcinile ilizwi lam, baya kuligcina nelenu.

  • IZenzo 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngenxa yoko abo babechithachithwe+ yimbandezelo eyavela ngenxa kaStefano batyhutyha baya kufikelela kwelaseFenike+ naseSipro+ nakwa-Antiyokwe, kodwa bengalithethi kuye nabani na ilizwi ngaphandle kwakumaYuda kuphela.+

  • ISityhilelo 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Musa ukuzoyika izinto osele uza kubandezeleka ngazo.+ Khangela! UMtyholi+ uya kuhlala ephosa bambi benu entolongweni ukuze nivavanywe+ ngokupheleleyo, nokuze nibe nembandezelo+ imihla elishumi. Zingqine uthembekile kude kuse ekufeni,+ mna ke ndokunika isithsaba sobomi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share