Mateyu 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Onjalo akanazingcambu kuye kodwa uqhubeka okwexeshana, kuze kuthi kwakuvela imbandezelo okanye intshutshiso ngenxa yelizwi akhutyekiswe kwaoko.+
21 Onjalo akanazingcambu kuye kodwa uqhubeka okwexeshana, kuze kuthi kwakuvela imbandezelo okanye intshutshiso ngenxa yelizwi akhutyekiswe kwaoko.+