Mateyu 24:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kanjalo, abaninzi baya kukhutyekiswa,+ bangcatshane, bathiyane.+ Marko 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kanti abanangcambu kubo ngokwabo, kodwa bayaqhubeka okwexeshana; bandule ke kamsinya nje kwakuvela imbandezelo okanye intshutshiso ngenxa yelizwi, bakhubeke.+ Luka 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Leyo iselulwalweni ngabo bathi, bakuliva, balamkele ilizwi ngovuyo, kodwa ayinangcambu; bakholwa nje okwexeshana, kodwa ngexesha lovavanyo bayaphambuka.+ 2 Timoti 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uyayazi into yokuba bandinikele umva+ bonke abantu besithili saseAsiya.+ UFigelo noHermogene ngabanye babo.
17 Kanti abanangcambu kubo ngokwabo, kodwa bayaqhubeka okwexeshana; bandule ke kamsinya nje kwakuvela imbandezelo okanye intshutshiso ngenxa yelizwi, bakhubeke.+
13 Leyo iselulwalweni ngabo bathi, bakuliva, balamkele ilizwi ngovuyo, kodwa ayinangcambu; bakholwa nje okwexeshana, kodwa ngexesha lovavanyo bayaphambuka.+
15 Uyayazi into yokuba bandinikele umva+ bonke abantu besithili saseAsiya.+ UFigelo noHermogene ngabanye babo.