IZenzo 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndiyazi ukuba emva kokumka kwam kuya kungena iingcuka ezicinezelayo+ phakathi kwenu yaye aziyi kuwuphatha ngemfesane umhlambi, 1 Timoti 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Noko ke, ilizwi eliphefumlelweyo lithi ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha+ laxa abathile beya kuphambuka+ elukholweni, benikela ingqalelo kumazwi aphefumlelweyo alahlekisayo+ nakwiimfundiso zeedemon,+
29 Ndiyazi ukuba emva kokumka kwam kuya kungena iingcuka ezicinezelayo+ phakathi kwenu yaye aziyi kuwuphatha ngemfesane umhlambi,
4 Noko ke, ilizwi eliphefumlelweyo lithi ngokuqinisekileyo kuya kubakho ixesha+ laxa abathile beya kuphambuka+ elukholweni, benikela ingqalelo kumazwi aphefumlelweyo alahlekisayo+ nakwiimfundiso zeedemon,+