Luka 17:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 babesidla, babesela, amadoda ayetshata, amabhinqa ayetshatiswa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni, wafika umkhukula, wabatshabalalisa bonke.+ Hebhere 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo. 1 Petros 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ababekhe abathobela+ xa umonde kaThixo+ wawulindile ngemihla kaNowa, ngoxa kwakusakhiwa umkhombe,+ ekwathi kuwo abantu abambalwa, oko kukuthi, imiphefumlo esibhozo, bathwalwa ngokukhuselekileyo emanzini.+ 2 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;
27 babesidla, babesela, amadoda ayetshata, amabhinqa ayetshatiswa, kwada kwayimini awangena ngayo uNowa emkhombeni, wafika umkhukula, wabatshabalalisa bonke.+
7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.
20 ababekhe abathobela+ xa umonde kaThixo+ wawulindile ngemihla kaNowa, ngoxa kwakusakhiwa umkhombe,+ ekwathi kuwo abantu abambalwa, oko kukuthi, imiphefumlo esibhozo, bathwalwa ngokukhuselekileyo emanzini.+
5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;